I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi

INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

Yobhi 25:1-6

25  Waza waphendula uBhiledadi+ umShuha wathi:   “Ulawulo nokunkwantyisa kukuye;+ Wenza uxolo ezindaweni zakhe eziphakamileyo.   Ngaba bayabaleka na abaphumi-mkhosi bakhe? Ngubani na elingaphumiyo kuye ilanga lakhe?   Ngoko unokuba ngolungileyo njani na umntu ofayo phambi koThixo,+ Okanye unokuba ngohlambulukileyo njani na umntu ozelwe ngumfazi?+   Khangela! Kukho kwanenyanga, yaye ayiqaqambanga; Yaye iinkwenkwezi azingqinekanga zihlambulukile emehlweni akhe.   Kubeke phi na ngomntu ofayo, oyimpethu, Nonyana womntu, ongumbungu!”+

Umbhalo osemazantsi