Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

INdumiso 93:1-5

93  UYehova uthe waba ngukumkani!+ Wambethe ubuhandiba;+ UYehova wambethe—uzibhinqise ngamandla.+ Nelizwe elinemveliso limiselwe ngokuqinileyo khon’ ukuze lingabi nakushukunyiswa.+   Itrone yakho imiselwe ngokuqinileyo kwakudala;+ Ususela kwixesha elingenammiselo.+   Imilambo iphakamisile, Yehova, Imilambo isiphakamisile isandi sayo;+ Imilambo iphakamisa ukugquma kwayo.+   Ngaphezu kwezandi zamanzi amaninzi, amaza anobungangamsha olwandle,+ UYehova uyingangamsha+ kwindawo ephakamileyo.   Izikhumbuzo zakho zingqineke zikholosekile kakhulu.+ Ubungcwele buyifanele indlu yakho,+ Yehova, imihla emide.+

Umbhalo osemazantsi