Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

INdumiso 70:1-5

Kumalathisi. EkaDavide, yokukhumbuza.+ 70  Owu Thixo, khawuleza ukuza kundihlangula,+Owu Yehova, khawuleza ukuza kundinceda.+   Mababe neentloni badane abo bafuna umphefumlo wam.+Mababuye umva bathotywe abo bayoliswa yintlekele yam.+   Mababuyele emva ngenxa yokuhlazeka abo bathi: “Heke, heke!”+   Ngamana bangagcoba babe nemihlali ngawe, bonke abo bakufunayo,+Yaye ngamana rhoqo bangathi: “Thixo yenziwa mkhulu!”—abo bathanda usindiso lwakho.+   Kodwa ndixhwalekile yaye ndilihlwempu.+Owu Thixo, ndikhawulezisele.+Uluncedo lwam noMsindisi wam.+Owu Yehova, musa ukulibala kakhulu.+

Umbhalo osemazantsi