Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

INdumiso 150:1-6

150  Dumisani uYa!+ Dumisani uThixo endaweni yakhe engcwele.+ Mdumiseni esibhakabhakeni samandla akhe.+   Mdumiseni ngenxa yemisebenzi yakhe yamandla.+ Mdumiseni ngokobuninzi bobukhulu bakhe.+   Mdumiseni ngokuvuthela isigodlo.+ Mdumiseni ngomrhubhe nohadi.+   Mdumiseni ngentambula+ nangokungqungqa nijikeleza.+ Mdumiseni ngemirhubhe+ nogwali.+   Mdumiseni ngamacangci anesandi soncuthu lomculo.+ Mdumiseni ngamacangci akhenkcezayo.+   Yonk’ into ephefumlayo—mayidumise uYa.+ Dumisani uYa!+

Umbhalo osemazantsi