Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

INdumiso 134:1-3

INgoma yeZinyuko. 134  Mbongeni uYehova,+ Nonke nina bakhonzi bakaYehova,+ Nina enimi endlwini kaYehova ebudeni bobusuku.+   Phakamisani izandla zenu ebungcweleni+ Nize nibonge uYehova.+   Ngamana uYehova anganisikelela eZiyon,+ Yena onguMenzi wezulu nomhlaba.+

Umbhalo osemazantsi