Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

Nd 133:1-3

INgoma yeZinyuko. EkaDavide. 133  Khangela! Hayi indlela ekulunge nekuthandeka ngayo Ukuba abazalwana bahlale ndawonye ngomanyano!+   Kunjengeoli elungileyo entloko,+ Ehla ezindevini, Ezindevini zika-Aron,+ Ehla ngomphetho wezambatho zakhe.+   Kunjengombethe+ weHermon+ Ohla phezu kweentaba zaseZiyon.+ Kuba uYehova wayalela ukuba kubekho intsikelelo apho,+ Kwanobomi ukusa kwixesha elingenasiphelo.+

Umbhalo osemazantsi