Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

INdumiso 131:1-3

INgoma yeZinyuko. EkaDavide. 131  Owu Yehova, intliziyo yam ayibanga nekratshi,+Namehlo am akaphakamanga;+Ndingahambanga nasezintweni ezinkulu kakhulu,+Nasezintweni ezimangalisa gqitha kum.+   Ngokuqinisekileyo ndiwuthomalalisile, ndawuzolisa umphefumlo wam+Njengolunyuliweyo kunina.+Umphefumlo wam unjengolunyuliweyo kum.+   USirayeli makalindele kuYehova+Ukususela ngoku kuse kwixesha elingenammiselo.+

Umbhalo osemazantsi