Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Khangela

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

INdumiso 129:1-8

INgoma yeZinyuko. 129  “Sekulithuba elide ngokwaneleyo bebonakalisa ubutshaba kum ukususela ebutsheni bam,”+Makatsho ke uSirayeli ngoku,+   “Sekulithuba elide ngokwaneleyo bebonakalisa ubutshaba kum ukususela ebutsheni bam;+Kanti abandoyisanga.+   Abalimi balime emhlana kum;+Bayandisile imijelo yabo.”   UYehova lilungisa.+Uziqhawule iintsontelo zabo bangendawo.+   Baya kuba neentloni baze babuye umva,+Bonke abo bayithiyileyo iZiyon.+   Baya kuba njengengca eluhlaza eluphahleni,+Eye yoma ngaphambi kokuba inyothulwe,+   Ovunayo akazalisi sandla sakhe ngayo,+Naye nabani obopha izithungu akazalisi sifuba sakhe.   Nabo badlulayo abatshongo ukuthi:“Intsikelelo kaYehova mayibe phezu kwenu.+Sinisikelele egameni likaYehova.”+

Umbhalo osemazantsi