I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi

INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

INdumiso 128:1-6

INgoma yeZinyuko. 128  Unoyolo wonk’ ubani omoyikayo uYehova,+ Ohamba ngeendlela zakhe.+   Kuba uya kudla ukubulaleka kwezandla zakho.+ Uya kuba noyolo yaye kuya kuba kuhle kuwe.+   Umfazi wakho uya kuba njengomdiliya othwala isiqhamo+ Kwezona nxalenye zingaphakathi zendlu yakho. Oonyana bakho baya kuba njengezithole zomnquma+ bajikeleze itafile yakho.   Khangela! Leyo yindlela eya kusikelelwa ngayo indoda eyomeleleyo+ Emoyikayo uYehova.+   UYehova uya kukusikelela eZiyon.+ Khawubone okulungileyo kwaseYerusalem yonke imihla yobomi bakho,+   Ubone noonyana boonyana bakho.+ Ngamana kungakho uxolo phezu koSirayeli.+

Umbhalo osemazantsi