Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

Nd 124:1-8

INgoma yeZinyuko. EkaDavide. 124  “Ukuba ibingekuko ukuba uYehova ebenathi,”+ Makatsho ke uSirayeli ngoku,+   “Ukuba ibingekuko ukuba uYehova ebenathi+ Ekuvukelweni kwethu ngabantu,+   Ngoko ngebesiginye siphila,+ Ekuvutheni komsindo wabo kuthi.+   Ngoko namanzi ngesikhukulisile,+ Umsinga ngewudlule phezu komphefumlo wethu.+   Ngoko ngekudlule phezu komphefumlo wethu Amanzi okukhukhumala.+   Makabongwe uYehova, ongasinikelanga+ Ukuba sibe lixhoba emazinyweni abo.+   Umphefumlo wethu unjengentaka ebalekileyo+ Esibatheni sabo bathiyelayo.+ Isibatha saphukile,+ Yaye thina sibalekile.+   Uncedo lwethu lusegameni likaYehova,+ UMenzi wezulu nomhlaba.”+

Umbhalo osemazantsi