Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

INdumiso 123:1-4

INgoma yeZinyuko. 123  Ndiwaphakamisele kuwe amehlo am,+Wena uhlala emazulwini.+   Khangela! Njengoko enjalo amehlo abakhonzi esandleni senkosi yabo,+Njengoko enjalo amehlo esicakakazi esandleni senkosikazi yaso,+Anjalo amehlo ethu kuYehova uThixo wethu+Ade asibabale.+   Sibabale, Yehova, sibabale;+Kuba sanele kakhulu kukudelwa.+   Umphefumlo wethu wanele kakhulu kukugculelwa ngabo bahleli ngokukhululeka,+Kukudelwa ngabo bakhukhumeleyo.+

Umbhalo osemazantsi