Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

INdumiso 122:1-9

INgoma yeZinyuko. EkaDavide. 122  Ndaba nemihlali bakuthi kum:+“Masiye+ endlwini kaYehova.”+   Iinyawo zethu zema+Ngaphakathi kwamasango akho, Yerusalem.+   IYerusalem yakhiwe njengesixeko+Esihlanganiswe ndawonye ngobunye,+   Ezinyuke zaya kuso izizwe,+Izizwe zikaYa,+Njengesikhumbuzo kuSirayeli+Ukuba abulele egameni likaYehova.+   Kuba apho bekuhleli iitrone zokugweba,+Iitrone zendlu kaDavide.+   Celelani iYerusalem uxolo.+Abo bakuthandayo, sixekondini, abayi kuba naxhala.+   Ngamana lungaqhubeka uxolo emseleni wakho,+Ukungabi naxhala ngaphakathi kweenqaba zakho zokuhlala.+   Ke kaloku ndiza kuthetha ngenxa yabazalwana bam namaqabane am ndithi:+“Ngamana kungakho uxolo phakathi kwakho.”+   Ngenxa yendlu kaYehova uThixo wethu+Ndiza kuqhubeka ndikufunela okulungileyo.+

Umbhalo osemazantsi