Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

INdumiso 117:1, 2

117  Dumisani uYehova, nonke nina zintlanga;+Mncomeni, nonke nina zizwana.+   Kuba bungqineke bunamandla kuthi ububele bakhe bothando;+Nenyaniso+ kaYehova ikho ukusa kwixesha elingenammiselo.Dumisani uYa!+

Umbhalo osemazantsi