Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

INdumiso 112:1-10

ת [Taw]Indumiso yakhe imi ngonaphakade.+ 112  Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+ ג [Giʹmel]   Inzala yakhe iya kuba namandla emhlabeni.+ ד [Daʹleth]Sona isizukulwana sabathe tye, siya kusikelelwa.+ ה [Heʼ]   Izinto zexabiso nobutyebi zisendlwini yakhe;+ ו [Waw]Nobulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+ ז [Zaʹyin]   Ukhazimla ebumnyameni njengokhanyiso lwabathe tye.+ ח [Chehth]Unobabalo nenceba nobulungisa.+ ט [Tehth]   Ulungile umntu obabalayo,+ abolekise.+ י [Yohdh]Uxhasa imicimbi yakhe ngokusesikweni.+ כ [Kaph]   Kuba akayi kugungqiswa nangaliphi na ixesha.+ ל [Laʹmedh]Olilungisa uya kukhunjulwa ukusa kwixesha elingenammiselo.+ מ [Mem]   Akayi koyikiswa ziindaba ezimbi.+ נ [Nun]Intiliziyo yakhe iqinile,+ ithembele ngoYehova.+ ס [Saʹmekh]   Intliziyo yakhe ayinakushukunyiswa;+ akayi koyika,+ ע [ʽAʹyin]De akhangele ezintshabeni zakhe.+ פ [Peʼ]   Wabe ngokubanzi; wanika amahlwempu.+ צ [Tsa·dhehʹ]Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+ ק [Qohph]Uphondo lwakhe luya kuphakanyiswa ngozuko.+ ר [Rehsh] 10  Ongendawo uya kubona aze ngokuqinisekileyo aqumbe.+

Umbhalo osemazantsi