Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

IBhayibhile Kwi-Intanethi | INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE

INdumiso 111:1-10

111  Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph] Ndiya kumbonga uYehova ngentliziyo yam yonke+ ב [Behth] Kwiqela lamakholwane+ abo bathe tye nakuyo indibano.+ ג [Giʹmel]   Imisebenzi kaYehova mikhulu,+ ד [Daʹleth] Bayayiphanda bonke abo bayoliswayo yiyo.+ ה [Heʼ]   Umsebenzi wakhe+ usisidima nobungangamsha,+ ו [Waw] Nobulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+ ז [Zaʹyin]   Uyenzele isikhumbuzo imisebenzi yakhe emangalisayo.+ ח [Chehth] UYehova unobabalo nenceba.+ ט [Tehth]   Abo bamoyikayo ubanika ukutya.+ י [Yohdh] Uya kuwukhumbula ukusa kwixesha elingenammiselo umnqophiso wakhe.+ כ [Kaph]   Ubaxelele abantu bakhe amandla emisebenzi yakhe,+ ל [Laʹmedh] Ngokubanika ilifa leentlanga.+ מ [Mem]   Imisebenzi yezandla zakhe iyinyaniso nomgwebo;+ נ [Nun] Ikholosekile yonke imiyalelo ayinikelayo,+ ס [Saʹmekh]   Ixhaswa kakuhle ngonaphakade, ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ע [ʽAʹyin] Yenziwa ngenyaniso nangokuthe tye.+ פ [Peʼ]   Uthumele inkululo ebantwini bakhe.+ צ [Tsa·dhehʹ] Uwuyalele umnqophiso wakhe ukusa kwixesha elingenammiselo.+ ק [Qohph] Igama lakhe lingcwele yaye liyoyikeka.+ ר [Rehsh] 10  Ukoyika uYehova kukuqala kobulumko.+

Umbhalo osemazantsi