• Ingoma 2 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Landela UYesu Unenjongo Entle”: (imiz. 10)

    • Yoh 6:9-11—UYesu wondla abantu abaninzi ngommangaliso (ingcaciso kaYohane 6:10)

    • Yoh 6:14, 24—Abantu babona ukuba uYesu nguMesiya baza bamkhangela ngengomso (ingcaciso kaYohane 6:14)

    • Yoh 6:25-27, 54, 60, 66-69—Ngenxa yokuba abantu babengenazinjongo zintle ngokulandela uYesu nabafundi bakhe, amazwi awawathethayo abakhubekisa (ingcaciso kaYohane 6:27, 54; w05 9/1 21 ¶13-14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yoh 6:44—UYehova ubatsala njani abantu? (ingcaciso)

    • Yoh 6:64—UYesu wayesazi njani “ukususela ekuqaleni” ukuba uYudas wayeza kumngcatsha? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 6:41-59

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Bonisa indlela yokuphendula umninimzi ochasayo kwintsimi yenu.

  • Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Umninimzi uthi ungumKristu.

  • Ividiyo Yokubuyela Okwesibini: (imiz. 5) Yidlale nize niyixubushe.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 31

  • Uqhube Njani?: (imiz. 5) Ingxubusho. Cela abaphulaphuli babalise ngento eye yenzeka xa bebezama ukuqalisa incoko baza baphela sele beshumayela.

  • Zange Kubekho Nto Ichithwayo”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Iplani Yokwakha Engayonakalisiyo Indalo Izukisa UYehova—Isicatshulwa.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 13 isiqe. 5-15 nebhokisi ethi “Imihla “Engcwele” Nokunqulwa KukaSathana”. (Akunyanzelekanga ukuba umfundi weziqendu afunde ibhokisi.)

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 89 Nomthandazo