Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

Ukushumayela ngokungacwangciswanga eMzantsi Korea

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Septemba 2018

Iincoko Onokuzisebenzisa

Iincoko onokuzisebenzisa xa uthetha ngendlela uThixo aziva ngayo ngabantu.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYesu Wenza Ummangaliso Wokuqala

Ummangaliso wokuqala kaYesu usenza sibone ubuntu bakhe.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYesu Ushumayeza UmSamariyakazi

Ukuze ashumayele ngokungacwangciswanga, uYesu waqala ngokwenza umzekeliso wento elaliyiqhelile elo bhinqa.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela​​—⁠Qala Incoko Eza Kukuvulela Ithuba Lokushumayela

Singabuphucula njani ubuchule bokuqalisa incoko nabantu esingabaziyo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Landela UYesu Unenjongo Entle

Abanye abafundi bakhubeka baza ababi sahamba noYesu kuba babezicingela bodwa.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Zange Kubekho Nto Ichithwayo

NjengoYesu simele sizixabise izinto esizilungiselelwe nguYehova ngokuthi sizonge.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYesu Wamzukisa UYise

Eyona nto yayibalulekile kuYesu, yayikukwenza umsebenzi awayewuthunywe nguYehova.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Thobeka Uze Uthozame NjengoYesu

Singamxelisa njani uYesu xa sinikwa igunya nomsebenzi ebandleni?