Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Septemba 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | HEZEKILE 42-45

Kubuyiselwa Unqulo Olunyulu!

Kubuyiselwa Unqulo Olunyulu!

Umbono kaHezekile wetempile waqinisekisa intsalela yamaYuda awayethembekile ukuba unqulo olunyulu lwaluza kubuyiselwa. Kwangaxesha nye, wabakhumbuza ngemigaqo ephakamileyo kaYehova yonqulo olunyulu.

Ababingeleli babeza kufundisa abantu imigaqo kaYehova

44:23

Yenza imizekelo yezinto ikhoboka elithembekileyo neliyingqondi elisifundise kuzo umahluko phakathi koko kungahlambulukanga noko kuhlambulukileyo. (kr 110-117)

Abantu babeza kubaxhasa abo bakhokelayo

45:16

Ziziphi iindlela esinokubonisa ngazo ukuba siyabaxhasa abadala ebandleni?