Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Septemba 2017

Septemba 4-​10

HEZEKILE 42-45

Septemba 4-​10
  • Ingoma 26 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Kubuyiselwa Unqulo Olunyulu!”: (imiz. 10)

    • Hez 43:10-12—Umbono kaHezekile wetempile wanceda amaYuda ukuba aguquke waza wawaqinisekisa ukuba unqulo olunyulu lwaluza kubuyiselwa kwindawo yalo (w99 3/1 8 ¶3; it-2-E 1082 ¶2)

    • Hez 44:23—Ababingeleli babeza kufundisa abantu “ngomahluko phakathi koko kungahlambulukanga noko kuhlambulukileyo”

    • Hez 45:16—Abantu babeza kuxhasa abo banyulwe nguYehova ukuba bakhokele (w99 3/1 10 ¶10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 43:8, 9—AmaSirayeli alihlambela njani igama likaThixo? (it-2-E 467 ¶4)

    • Hez 45:9, 10—Yintoni uYehova ayifunayo kwabo bafuna ukwamkeleka kuye? (it-2-E 140)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 44:1-9

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU