Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Septemba 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | DANIYELI 4-6

Ngaba Uyaqhubeka Umkhonza UYehova?

Ngaba Uyaqhubeka Umkhonza UYehova?

Enye yezinto awayezenza uDaniyeli ukuze asondele kuThixo yayikukuthandaza. Akazange avumele nantoni na, kwanomyalelo wasebukhosini ukuba umphazamise.

6:10

Izinto ezisisondeza kuThixo ziquka ntoni?