Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

Khetha ulwimi IsiXhosa

Septemba 25–​Oktobha 1

DANIYELI 4-6

Septemba 25–​Oktobha 1
  • Ingoma 67 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ngaba Uyaqhubeka Umkhonza UYehova?”: (imiz. 10)

    • Dan 6:7-10—UDaniyeli wabeka ubomi bakhe esichengeni ukuze aqhubeke ekhonza uYehova (w10 11/15 6 ¶16; w06 11/1 24 ¶12)

    • Dan 6:16, 20—UKumkani uDariyo wayibona indlela uDaniyeli asondele ngayo kuYehova (w03 9/15 15 ¶2)

    • Dan 6:22, 23—UYehova wamsikelela uDaniyeli ngokungagungqi kwakhe ekumkhonzeni (w10 2/15 18 ¶15)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Dan 4:10, 11, 20-22—Yintoni eyayifanekiselwa ngumthi omkhulu wephupha likaNebhukadenetsare? (w07 9/1 18 ¶5)

    • Dan 5:17, 29—Kwakutheni ukuze uDaniyeli angazamkeli izipho ezivela kuKumkani uBheleshatsare ekuqaleni waza kamva wazamkela? (w88 10/1 30 ¶3-5; dp 109 ¶22)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Dan 4:29-37

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) inv

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) inv—Isimemo seentlanganiso besihanjiswe kutyelelo lokuqala. Bonisa indlela yokubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 120 ¶16—Khuthaza umntu omfundelayo ukuba angagungqi nakuba kukho umntu omchasayo entsatsheni yakhe.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU