Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Septemba 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | DANIYELI 1–3

Xa Ungagungqi Ekukhonzeni UYehova Uya Kuvuzwa

Xa Ungagungqi Ekukhonzeni UYehova Uya Kuvuzwa

Ingxelo yamaHebhere amathathu inokusenza somelele size singagungqi ekukhonzeni uYehova.

3:16-20, 26-29

Ngokutsho kwezi vesi zingezantsi, kuquka ntoni ukungagungqi ekukhonzeni uYehova?