Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Septemba 2017

Septemba 18-​24

DANIYELI 1-3

Septemba 18-​24
  • Ingoma 131 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Xa Ungagungqi Ekukhonzeni UYehova Uya Kuvuzwa”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Dan 1:5, 8—Kutheni uDaniyeli noogxa bakhe bagqiba ngelithi, ukutya izimuncumuncu zikaKumkani kwakuya kubangcolisa? (it-2-E 382)

    • Dan 2:44—Kutheni uBukumkani buza kuzityumza izikumkani zehlabathi ezikulo mfanekiso? (w12 6/15 17, ibhokisi; w01 10/15 6 ¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Dan 2:31-43

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Isa 40:22—Fundisa Inyaniso—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Rom 15:4—Fundisa Inyaniso—Shiya ikhadi leJW.ORG.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w17.02 29-30—Umxholo: Ngaba UYehova Uzihlola Kusengaphambili Izinto Esinokuzithwala, Aze Akhethe Izilingo Esiza Kuzifumana?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU