• Ingoma 134 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Iintsikelelo Awayeza Kuzifumana USirayeli Obuyiselweyo”: (imiz. 10)

    • Hez 47:1, 7-12—Ilizwe elibuyiselweyo laliza kuchuma (w99 3/1 10 ¶11-12)

    • Hez 47:13, 14—Intsapho nganye yayiza kufumana ilifa (w99 3/1 10 ¶10)

    • Hez 48:9, 10—Ngaphambi kokuba umhlaba wabelwe abantu, inxalenye ethile ‘yayinikelwa’ ‘njengomnikelo’ kuYehova

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hez 47:1, 8; 48:30, 32-34—Kwakutheni ukuze amaYuda awayethinjiwe angalindeli ukuba zonke iinkcukacha zombono kaHezekile wetempile uzaliseke ngokoqobo? (w99 3/1 11 ¶14)

    • Hez 47:8, 9—Kutheni uHezekile ebizwa ngokuba ‘ngunyana womntu?’ (it-2-E 1001)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hez 48:13-22

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp17.5 ngaphandle—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp17.5—Le magazini ibihanjiswe kutyelelo lokuqala. Bonisa indlela yokubuyela uze emva koko umbonise enye yeencwadi zethu zokuqhuba isifundo seBhayibhile.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 34 ¶17—Mmemele kwiintlanganiso.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU