Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Kumenyelwa abantu kwiintlanganiso kwiCook Islands

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Septemba 2017

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo onokuzisebenzisa zeMboniselo nezokufundisa inyaniso ngeBhayibhile nesayensi. Sebenzisa amacebiso akweli nqaku ukuze uzenzele ezakho iintshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Kubuyiselwa Unqulo Olunyulu!

Umbono kaHezekile wetempile waqinisekisa intsalela yamaYuda awayethinjwe eBhabhiloni ukuba unqulo olunyulu lwaluza kubuyiselwa.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Kutheni Uluxabisa Unqulo Olunyulu?

Unqulo olunyulu luye lwamiselwa ngokuqinileyo. Ngaba uhlala ucinga ngelungelo onalo lokwazi nokukhonza uYehova uThixo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Iintsikelelo Awayeza Kuzifumana USirayeli Obuyiselweyo

Umbono kaHezekile wetempile wathembisa ukuba unqulo olunyulu lwaluza kubuyiselwa, ibe lwaluza kuza neentsikelelo eziquka ulungelelwano, intsebenziswano nonqabiseko.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Xa Ungagungqi Ekukhonzeni UYehova Uya Kuvuzwa

Ingxelo yamaHebhere amathathu inokomeleza ukuzimisela kwethu ukukhonza uYehova uThixo singagungqi.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ungavumi Ukuphambukiswa​—⁠Xa Ulingwa

UYesu Kristu akazange agungqe kuThixo xa wayelingwa. Ngaba abantu abangafezekanga bangangagungqi xa benyanzelwa ukuba banganyaniseki kuThixo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ungagungqi Ekukhonzeni UYehova, Xa ilungu Lentsapho Yakho Lisusiwe Kubudlelane

Xa ilungu lentsapho lisusiwe kubudlelane, ukungagungqi kwethu kuYehova uThixo kuyavavanywa. Yintoni enokusinceda singagungqi ekukhonzeni uYehova?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Ngaba Uyaqhubeka Umkhonza UYehova?

UDaniyeli waqhubeka emkhonza uThixo. Akazange avumele nantoni na ukuba imphazamise ekwenzeni izinto eziza komeleza ubuhlobo bakhe noYehova.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Baqeqeshe Ukuba Baqhubeke Bekhonza UYehova

Zisuka nje qeqesha abavakalisi abatsha ukuze bakhuthale baze bazimisele entsimini. Mncede umntu omfundelayo ukuba abe ngumvakalisi ophumelelayo.