I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO SEPTEMBA 2016

Septemba 5-11

INDUMISO 119

Septemba 5-11
  • Ingoma 48 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Hamba Emthethweni KaYehova”: (imiz. 10)

    • Nd 119:1-8—Ulonwabo lokwenene luxhomekeke ekubeni sithobele umthetho kaThixo (w05 4/15 10 ¶3-4)

    • Nd 119:33-40—ILizwi likaThixo lisinika isibindi sokujongana neemvavanyo zobomi (w05 4/15 12 ¶12)

    • Nd 119:41-48—Ukuba nolwazi oluchanileyo ngeLizwi likaThixo kusenza singoyiki ukushumayela (w05 4/15 13 ¶13-14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 119:71 —Kusinceda ngantoni ukunyamezela iinkxwaleko? (w06 9/1 14 ¶4)

    • Nd 119:96—Lithetha ukuthini ibinzana elithi “ndisibonile isiphelo sako konke ukugqibelela”? (w06 9/1 14 ¶5)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 119:73-93

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi bazenzele ezabo iintshumayelo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU