I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO SEPTEMBA 2016

Septemba 19-25

INDUMISO 135-141

Septemba 19-25
  • Ingoma 59 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Senziwe Ngokungummangaliso”: (imiz. 10)

    • Nd 139:14—Ukucingisisa ngemisebenzi kaYehova kusenza simthande ngakumbi (w07 6/15 21  ¶1-4)

    • Nd 139:15, 16—Imfuza neeseli zethu zityhila amandla nobulumko bukaYehova (w07 6/15 22-23 ¶7-11)

    • Nd 139:17, 18—Abantu bahlukile kuzo zonke izidalwa ezisemhlabeni kuba bayakwazi ukuthetha nokucinga (w07 6/15 23 ¶12-13; w06 9/1 16 ¶8)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 136:15—Le vesi isinceda njani sikuqonde ngakumbi ukuphuma kwamaSirayeli eYiputa? (it-1 783 ¶5)

    • Nd 141:5—Yintoni eyayiqondwa nguKumkani uDavide? (w15 5/15 31 ¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo lweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 139:1-24

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.5 16

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp16.5 16 —Mema umninimzi ukuba aye kwiintlanganiso.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 8 ¶8—Nceda isifundo sibone indlela esinokuwusebenzisa ngayo umbandela.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU