I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO SEPTEMBA 2016

Septemba 26–Oktobha 2

INDUMISO 142-150

Septemba 26–Oktobha 2
  • Ingoma 134 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Mkhulu UYehova Yaye Ngowokudunyiswa Kakhulu”: (imiz. 10)

    • Nd 145:1-9—Ubukhulu bukaYehova abunakulinganiswa nanto (w04 1/15 10 ¶3-4; 11 ¶7-8; 14 ¶20-21; 15 ¶2)

    • Nd 145:10-13—Abo banyanisekileyo kuYehova bayamdumisa (w04 1/15 16 ¶3-6)

    • Nd 145:14-16—UYehova uyabaxhasa abanyanisekileyo kuye (w04 1/15 17-18 ¶10-14)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 143:8—Le vesi isinceda njani ukuze sihlale sizukisa uThixo? (w10 1/15 21 ¶1-2)

    • Nd 150:6—Ivesi yokugqibela yeNdumiso igxininisa yiphi imbopheleleko? (it-2 448)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 145:1-21

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) 1Pe 5:7 —Fundisa Inyaniso.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 37:9-11—Fundisa Inyaniso.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 9 ¶3—Nceda isifundo sibone indlela esinokuwusebenzisa ngayo umbandela.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU