• Ingoma 100 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ndinibekela Umzekelo”: (imiz. 10)

    • Yoh 13:5​—UYesu wahlamba iinyawo zabafundi bakhe (ingcaciso yebinzana elithi, ‘hlamba iinyawo zabafundi’ elikuYohane 13:5)

    • Yoh 13:12-14​—Abafundi babemele ‘bahlambane iinyawo’ (ingcaciso yebinzana elithi “nifanele” elikuYohane 13:14)

    • Yoh 13:15​—Bonke abafundi bakaYesu bamele balandele umzekelo wakhe wokuthobeka (w99 3/1 31 ¶1)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yoh 14:6​—UYesu ‘uyindlela nenyaniso nobomi’ njani? (ingcaciso yebinzana elithi, “ndim indlela nenyaniso nobomi” elikuYohane 14:6)

    • Yoh 14:12​—Abo babonisa ukholo kuYesu babeza ‘kuyenza njani imisebenzi emikhulu’ kuneyakhe? (ingcaciso yebinzana elithi, “imisebenzi emikhulu kunale” elikuYohane 14:12)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 13:1-17

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU