10:1-5, 11, 14, 16

Izimvu ziyamazi kwaye ziyamthemba umalusi wazo. NoYesu, uMalusi Omhle, wazi nganye kwizimvu zakhe—wazi izinto ezidingayo, izinto engazenzi kakuhle, nezinto ezenza kakuhle.

UYesu, uMalusi Omhle, . . .

  • uziqokelela njani izimvu zakhe?

  • uzikhokela njani izimvu zakhe?

  • uzikhusela njani izimvu zakhe?

  • uzondla njani izimvu?