Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Oktobha 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | DANIYELI 10–12

UYehova Wakubona Kwangaphambili Oko Kwakuza Kwenzeka KooKumkani

UYehova Wakubona Kwangaphambili Oko Kwakuza Kwenzeka KooKumkani

11:2

Ookumkani abane babeza kumela iPersi. Owesine wayeza “kuvusa yonk’ into ibe nxamnye nobukumkani baseGrisi.”

  1. UKoreshi Omkhulu

  2. UCambyses II

  3. UDariyo I

  4. UArtashashta I (kusenokwenzeka ukuba yayinguKumkani uAhaswerosi owayetshate noEstere)

11:3

UKumkani oligorha waseGrisi wayeza kuma, alawule ngolawulo olukhulu.

  • UAleksandire Omkhulu

11:4

Ulawulo lwaseGrisi lwaluza kwahlulwa phakathi kweenjengele ezine zika-Aleksandire.

  1. UCassander

  2. ULysimachus

  3. USeleucus I

  4. UPtolemy I