Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Oktobha 2017

Oktobha 30–​Novemba 5

YOWELI 1-3

Oktobha 30–​Novemba 5
  • Ingoma 143 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Baya Kuprofeta Oonyana Benu Neentombi Zenu”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaYoweli.]

    • Yow 2:28, 29—AmaKristu athanjisiweyo angabathetheleli bakaYehova (w02 8/1 15 ¶4-5; jd 167 ¶4 *)

    • Yow 2:30-32—Ngabo babiza egameni likaYehova kuphela abaza kusindiswa xa kufika imini yakhe enkulu (w07 10/1 13 ¶2)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yow 2:12, 13—Zisifundisa ntoni ezi vesi ngenguquko yokwenene? (w07 10/1 13 ¶5)

    • Yow 3:14—Yintoni “intili yesigqibo”? (w07 10/1 13 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yow 2:28–3:8

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Mnike ikhadi leJW.ORG

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Ikhadi leJW.ORG—Ubumnike ikhadi kutyelelo lokuqala. Qhubeka nencoko yenu uze ugqibezele ngokuthetha ngevidiyo eku-jw.org/xh.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv iphe. 196-197 ¶3-5 *

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 8 Incwadi: Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova

^ isiqe. 19 Incwadi: Zigcineni Kuthando LukaThixo

^ isiqe. 24 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!