• Ingoma 116 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Isiprofeto SikaDaniyeli Sachaza Ngokufika KukaMesiya”: (imiz. 10)

    • Dan 9:24—Ukuzincama kukaMesiya kwabangela ukuba sixolelwe izono (it-2-E 902 ¶2)

    • Dan 9:25—UMesiya wafika ekupheleni kweeveki eziyi-69 yeminyaka (it-2-E 900 ¶7)

    • Dan 9:26, 27a—UMesiya wabulawa phakathi kweeveki eziyi-70 zeminyaka (it-2-E 901 ¶2, 5)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Dan 9:24—Yathanjiswa nini ‘iNgcwele yeeNgcwele’? (w01 5/15 27)

    • Dan 9:27—Nguwuphi umnqophiso owaqhubeka ‘usebenza’ de kwaphela iveki yama-70 yeminyaka, okanye owama-36 C.E.? (w07 9/1 20 ¶4)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Dan 7:1-10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bakhawuleze babuyele ebantwini abanomdla.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 21 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!