Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Oktobha 2017

Oktobha 16-​22

HOSEYA 1-7

Oktobha 16-​22
  • Ingoma 18 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYehova Uyaluvuyela Uthando Olungagungqiyo—Ngaba Unjalo Nawe?”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaHoseya.]

    • Hos 6:4, 5—UYehova wayengakholiswa ngamaSirayeli kuba ayenganamathelanga kuye (w10 8/15 25 ¶18)

    • Ho 6:6—UYehova uyakholwa sithi xa simthanda ngokunyanisekileyo (w07 9/15 16 ¶8; w07 6/15 27 ¶7)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Hos 1:7—Indlu kaYuda yayenzelwa nini inceba yaza yasindiswa? (w07 9/15 14-15 ¶7)

    • Hos 2:18—Yazaliseka nini ibe iseza kuzaliseka nini le vesi? (w05 11/15 20 ¶16; g05 9/8 12 ¶2)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hos 7:1-16

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 18 Incwadi Yentlanganiso

^ isiqe. 19 Incwadi: Zigcineni Kuthando LukaThixo

^ isiqe. 23 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!