Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

INgqina linika umntu iphecana elithi, Ngaba Abafi Bangaphinda Baphile Kwakhona? ngesiTuvalu

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Oktobha 2017

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo onokuzisebenzisa zikaVukani! nezokufundisa inyaniso ngeBhayibhile nendlela esinokumthanda ngayo uThixo. Sebenzisa amacebiso akweli nqaku ukuze uzenzele ezakho iintshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Isiprofeto SikaDaniyeli Sachaza Ngokufika KukaMesiya

Isahluko 9 sencwadi kaDaniyeli sineenkcukacha ngokufika kukaMesiya. Ziziphi ezinye iziganeko ekuthethwa ngazo kwesi siprofeto?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Unokwenza Njani Ukuze Ukukhuthalele Ukufunda IZibhalo?

Ukukhuthalela ukufunda iBhayibhile kunokukunceda unyamezele xa uvavanywa. Kodwa ungaqala phi?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Wakubona Kwangaphambili Oko Kwakuza Kwenzeka KooKumkani

UYehova wasebenzisa umprofeti uDaniyeli ukuze aprofete ngokuwa nokuvuka kwabalawuli nookumkani.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Uyaluvuyela Uthando Olungagungqiyo​​—⁠Ngaba Unjalo Nawe

Luqhutywa yintoni uthando olungagungqiyo? Zintoni izinto esinokuzifunda kwindlela uHoseya awamphatha ngayo umfazi wakhe ongathembekanga uGomere?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Mnike Konke Onako UYehova

UYehova uyavuya xa simnika konke esinako ibe ukwenza oko kuyasinceda. Nguwuphi umbingelelo uYehova awujonga njengowona ubalulekileyo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Philela Ukudumisa UYehova!

Ubomi sisipho esixabisekileyo. Sizama ukusebenzisa iziphiwo nobuchule bethu ukuze sidumise uYehova, uMthombo woBomi.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Baya Kuprofeta Oonyana Benu Neentombi Zenu”

Singabaxhasa njani abathanjiswa kumsebenzi wokuprofeta?