I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO OKTOBHA 2016

Oktobha 3-9

IMIZEKELISO 1-6

Oktobha 3-9
  • Ingoma 37 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Kholosa NgoYehova Ngayo Yonke Intliziyo Yakho”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IMi 1:7—Ukoyika uYehova “kukuqalisa kolwazi” ngayiphi indlela? (w06 9/15 17 ¶1; it-2-E 180)

    • IMi 6:1-5—Bubuphi ubulumko esinokubusebenzisa xa sirhintyelwe zizivumelwano zoshishino ezingacingisiswanga? (w00 9/15 25-26)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 6:20-35

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili. Khuthaza abavakalisi ukuba bazinikele kumsebenzi oza kube usenziwa kulo lonke ihlabathi wokumemela abantu kwiintlanganiso zempelaveki.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 107

  • Iimfuno Zebandla: (imiz. 8) Unokuxubusha izifundo ezikwiNcwadi Yonyaka. (yb16 25-27)

  • Yiba Nomdla Kubantu Abaze Kwiintlanganiso (IMi 3:27): (imiz. 7) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? Emva koko buza indlela esinokufak’ isandla ngakumbi ngayo kumoya wothando okwiHolo YoBukumkani, hayi nje ngo-Oktobha kodwa ngalo lonke ixesha.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 2 ¶1-12

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 143 Nomthandazo