I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO OKTOBHA 2016

Oktobha 24-30

IMIZEKELISO 17-21

Oktobha 24-30
  • Ingoma 76 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Hlala Ngoxolo Nabanye”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IMi 17:5—Siyintoni isizathu sokuba siyikhethe ngobulumko indlela esizonwabisa ngayo? (w10 11/15 6 ¶17; w10 11/15 31 ¶15)

    • IMi 20:25—Lo mgaqo usebenza njani kubantu abathandanayo nabatshatileyo? (w09 5/15 15-16 ¶12-13)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 18:14–19:10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Mnike isimemo seentlanganiso. (inv)

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) inv—Gqibezela ngokumdlalela ividiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani?

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 57 ¶14-15—Nceda umfundi abone isizathu sokuba aphucule indlela anxiba nazilungisa ngayo xa esiya ezintlanganisweni.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU