I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO OKTOBHA 2016

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | IMIZEKELISO 7–11

‘Intliziyo Yakho Mayingaphambuki’

‘Intliziyo Yakho Mayingaphambuki’

Imithetho kaYehova inokusikhusela. Ukuze isincede, imele ibe sezintliziyweni zethu. (IMi 7:3) Xa umkhonzi kaYehova evumela intliziyo yakhe iphume endleleni, uba lixhoba lamaqhinga kaSathana achuliweyo. IMizekeliso isahluko 7 ithetha ngomfana ovumela intliziyo yakhe imlahlekise. Yintoni esinokuyifunda kwiimpazamo zakhe?

  • USathana uzama ukusibhekelisela kude kuYehova ngokusebenzisa ezi zinto zintlanu ukuze senze izinto ezimbi

  • Ukuze sibone imiphumo eyonakalisayo yokwenza ububi size singabenzi, siza kuncedwa bubulumko nokuqonda