Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Oktobha 2016

Oktobha 10-16

IMIZEKELISO 7-11

Oktobha 10-16
  • Ingoma 32 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Intliziyo Yakho Mayingaphambuki’: (imiz. 10)

    • IMi 7:6-12—Umntu ongenangqiqo angazibona sele ebonakalisile ubuhlobo bakhe noThixo (w00 11/15 29-30)

    • IMi 7:13-23—Izigqibo ezingafanelekanga zinokukufak’ engxakini (w00 11/15 30-31)

    • IMi 7:4, 5, 24-27—Ubulumko nokuqonda, ezi zinto ziya kukukhusela (w00 11/15 29, 31)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IMi 9:7-9—Indlela esisabela ngayo xa silulekwa iveza ntoni ngathi? (w01 5/15 29-30)

    • IMi 10:22—Intsikelelo kaYehova iquka ntoni kule mihla yethu? (w06 5/15 26-30 ¶3-16)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 8:22–9:6

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) g16.5 ngaphandle—Mmemele kwiintlanganiso zangempelaveki.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) g16.5 ngaphandle —Mmemele kwiintlanganiso zangempelaveki.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 176 ¶5-6—Mmemele kwiintlanganiso.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU