I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO OKTOBHA 2016

Oktobha 31–Novemba 6

IMIZEKELISO 22-26

Oktobha 31–Novemba 6
  • Ingoma 88 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Yiqeqeshe Inkwenkwe Ngokwendlela Yayo”: (imiz. 10)

    • IMi 22:6; 23:24, 25—Ukuqeqesha abantwana ngendlela kaThixo kubenza bonwabe, baneliseke baze bakwazi ukuthwala iimbopheleleko xa bebadala (w08 4/1 16; w07 6/1 31)

    • IMi 22:15; 23:13, 14—Entsatsheni, “intonga” imela lonke uhlobo lokuqeqesha (w97 10/15 32; it-2-E 818 ¶4)

    • IMi 23:22—Abantwana abasele bebadala banokuncedwa bubulumko babazali babo (w04 6/15 14 ¶1-3; w00 6/15 21 ¶13)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IMi 24:16—Lo mzekeliso usikhuthaza njani sinyamezele kugqatso lobomi? (w13 3/15 4-5 ¶5-8)

    • IMi 24:27—Sifanele siwuqonde njani lo mzekeliso? (w09 10/15 12 ¶1)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 22:1-21

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Ikhadi le-JW.ORG—Shumayela ngokungacwangciswanga.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Ikhadi le-JW.ORG—Beka isiseko sokubuyela, ugqibezele ngokudlala ividiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile?

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 179-181 ¶18-19

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU