I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO OKTOBHA 2016

Oktobha 17-23

IMIZEKELISO 12-16

Oktobha 17-23
  • Ingoma 69 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Ubulumko Bulunge Ngakumbi Kunegolide”: (imiz. 10)

    • IMi 16:16, 17—Isilumko sifunda iLizwi likaThixo size sisebenzise oko sikufundileyo (w07 7/15 8)

    • IMi 16:18, 19—Isilumko asibi nalo ikratshi (w07 7/15 8-9)

    • IMi 16:20-24—Isilumko sinceda abanye ngendlela esithetha ngayo (w07 7/15 9-10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • IMi 15:15—Sinokonwaba njani? (11/13 16)

    • IMi 16:4—Litheth’ ukuthini ibinzana elithi uYehova ‘umenzele injongo yakhe’ ongendawo? (w07 5/15 18-19)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) IMi 15:18–16:6

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Yoh 11:11-14—Fundisa Inyaniso. Mmemele kwiintlanganiso zangempelaveki.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Gen 3:1-6; Rom 5:12 —Fundisa Inyaniso. Mmemele kwiintlanganiso zangempelaveki.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 191 ¶18-19—Mmemele kwiintlanganiso.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 117

  • Indlela Echanileyo Yokugqabaza”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yiba Ngumhlobo KaYehova—Lungiselela Amagqabaza Akho. Cela abantwana abambalwa beze eqongeni. Babuze le mibuzo: Ziziphi izinto ezine esimele sizenze xa silungiselela ukuphendula ezintlanganisweni? Kutheni simele singakhathazeki xa singakhonjwa?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) kr isahl. 2 ¶23-34

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 102 Nomthandazo