Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Novemba 2017

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

IMBONISELO

Umbuzo: Ngubani osiphe esona sipho sikhulu emhlabeni?

Isibhalo: Yak 1:17

Unokuthi: Le Mboniselo iza kusinceda sixabise esona sipho sikaThixo sizodlula zonke esakha saziphiwa.

FUNDISA INYANISO

Umbuzo: Ngubani igama likaThixo?

Isibhalo: Nd 83:18

Inyaniso: Igama likaThixo nguYehova.

NINAKO UKONWABA ENTSATSHENI

Intshayelelo: Sibonisa abantu ividiyo emfutshane ethetha ngentsapho. [Dlala ividiyo yentshayelelo ethi, Ninako Ukonwaba Entsatsheni.]

Unokuthi: Ukuba ungathanda ukufunda incwadana ekuthethwe ngayo kule vidiyo, ndingakunika okanye ndingakubonisa indlela yokuzidawunlowudela kwiwebhsayithi.

ZENZELE EYAKHO INTSHUMAYELO

Sebenzisa le mizekelo ingasentla ukuze uzenzele eyakho intshumayelo yasentsimini.