Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Novemba 2017

 UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | AMOSI 1-9

“Funani UYehova, Niqhubeke Niphila”

“Funani UYehova, Niqhubeke Niphila”

5:6, 14, 15

Kuthetha ukuthini ukufuna uYehova?

  • Kuthetha ukuqhubeka sifunda ngoYehova size siphile ngemigaqo yakhe

Kwenzeka ntoni kumaSirayeli xa ayekayo ukumfuna uYehova?

  • Ayeka ‘ukuthiya okubi nokuthanda okulungileyo’

  • Ayesenza izinto ezivuyisa wona

  • Awazange azenze izinto uYehova awayefuna azenze

Ziintoni uYehova asinike zona ukuze asincede simfune?