Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Novemba 2017

Novemba 6-​12

AMOSI 1-9

Novemba 6-​12
  • Ingoma 144 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Funani uYehova, Niqhubeke Niphila”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo Ka-Amosi.]

    • Amo 5:4, 6—Kufuneka simazi uYehova size zenze ukuthanda kwakhe (w04 11/15 24 ¶20)

    • Amo 5:14, 15—Kufuneka siyamkele imigaqo kaYehova yezinto ezilungileyo nezimbi size sifunde ukuyithanda (jd 90-91 ¶16-17 *)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Amo 2:12—Sinokukusebenzisa njani esikufunda kule vesi? (w07 10/1 14 ¶8)

    • Amo 8:1, 2—Yayifuzisela ntoni “ingobozi eneziqhamo zasehlotyeni”? (w07 10/1 14 ¶6)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Amo 4:1-13

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Lungiselela Iintshumayelo Zale Nyanga: (imiz. 15) Ingxubusho esekelwe “Kwiintshayelelo Onokuzisebenzisa.” Dlala ividiyo yentshumayelo nganye onokuyisebenzisa uze emva koko uxubushe iingongoma eziphambili.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 9 Incwadi: Hlala Uyikhumbula Imini KaYehova

^ isiqe. 21 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!