Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Novemba 2017

 INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Hlala Uphaphile Uze Ukhuthale Naxa Iimeko Zakho Zitshintsha

Hlala Uphaphile Uze Ukhuthale Naxa Iimeko Zakho Zitshintsha

Utshintsho aluphepheki, ingakumbi kule mihla yokugqibela. (1Ko 7:31) Enoba silulindele okanye akunjalo, enoba siyaluvuyela okanye akunjalo, utshintsho lunokuphazamisa unqulo lwethu nobuhlobo bethu noYehova. Yintoni eza kusinceda sihlale siphaphile ibe sikhuthele naxa kukho utshintsho? Bukela ividiyo ethi, Ukugcina Ulwalamano Lwakho NoYehova Ngoxa Ufuduka uze uphendule le mibuzo ilandelayo:

  • Liliphi icebiso omnye umzalwana alinika uTata?

  • Umgaqo okuMateyu 7:25 usebenza njani kwimeko yentsapho?

  • Le ntsapho yaceba njani ngaphambi kokuba ifuduke ibe loo nto yayinceda njani?

  • Yintoni eyenceda le ntsapho ukuba iqhelane nokutshintsha ibandla nentsimi?

Zintoni eziye zatshintsha ebomini bam kutshanje?

Ndingayisebenzisa njani le vidiyo ebomini bam?