• Ingoma 154 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Hlala Uphaphile Uze Ukhuthale”: (imiz. 10)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nah 1:8; 2:6—Yatshatyalaliswa njani iNineve? (w07 11/15 9 ¶2)

    • Hab 3:17-19—Nakuba sisenokuva ubunzima ngaphambi kweArmagedon naxa iqhubeka, yintoni esinokuqiniseka ngayo? (w07 11/15 10 ¶11)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Hab 2:15–3:6

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) hf *—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) hf—Le ncwadana ibihanjiswe kutyelelo lokuqala. Bonisa indlela yokubuyela.

  • Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) w16.03 3-5—Umxholo: Ngaba Unganceda Ebandleni Lakho?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 17 Incwadana: Ninako Ukonwaba Entsatsheni

^ isiqe. 23 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!