Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela–Incwadi Yentlanganiso  |  Novemba 2017

Novemba 20-​26

MIKA 1-7

Novemba 20-​26
  • Ingoma 26 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Yintoni UYehova Ayifunayo Kuthi?”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi Intshayelelo KaMika.]

    • Mik 6:6, 7—Imibingelelo ililize kuYehova xa singabaphathi kakuhle abazalwana bethu (w08 5/15 6 ¶20)

    • Mik 6:8—Sinako ukukwenza oko kufunwa nguYehova (w12 11/1 22 ¶4-7)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Mik 2:12—Sazaliseka njani esi siprofeto? (w07 11/1 15 ¶5)

    • Mic 7:7—Kutheni sifanele sibe ‘nesimo sengqondo sokulindela’ kuYehova? (w03 8/15 24 ¶20)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mik 4:1-10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Nd 83:18. Fundisa Inyaniso—Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Eks 3:14—Fundisa Inyaniso. Yenza amalungiselelo okubuyela.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh iphe.123-124 ¶20-21 *.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

^ isiqe. 19 Incwadi: Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?

^ isiqe. 24 Incwadi: UBukumkani BukaThixo Buyalawula!