Yiya kwinkcazelo

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

AmaNgqina ahambisa incwadana ethi, Ninako Ukonwaba Entsatsheni eGeorgia

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Novemba 2017

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Iintshayelelo onokuzisebenzisa zeMboniselo nonokufundisa ngazo inyaniso ngegama likaThixo. Sebenzisa amacebiso akweli nqaku ukuze uzenzele ezakho iintshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Funani UYehova, Niqhubeke Niphila”

Kutheth’ ukuthini ukufuna uThixo? Sinokufunda ntoni kumaSirayeli awasilelayo ukufuna uYehova?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela​​—⁠Ukubuyela

Unokubuyela njani ngokuphumelelayo? Qhubeka uhlakulela umdla, ube nento oyiphumezayo sihlandlo ngasinye usiya uze uhlale ucinga ngenjongo yakho.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Funda Kwiimpazamo Zakho

Ingxelo kaYona ibonisa ukuba uYehova akasincami xa senze iimpazamo, kodwa ke, ulindele ukuba sifunde kwiimpazamo zethu.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Oko Sikufundayo Kwincwadi KaYona

Ukucingisisa ngoko kwenzeka kuYona kunokusinceda simelane nokuphoxeka, silungise indlela esiyijonga ngayo intsimi yethu nokuthandaza ukuze sifumane intuthuzelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Yintoni UYehova Ayifunayo Kuthi?

Idibana njani inkonzo yethu nendlela esibaphatha ngayo abazalwana bethu?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Hlala Uphaphile Uze Ukhuthale

Ukutshatyalaliswa kukaYuda okwakuza kuza ngeBhabhiloni kwakusenokubonakala kungazi kwenzeka. Noko ke, isiprofeto sasiza kuzaliseka ibe uHabhahuki kwakufuneka ahlale elindile.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Hlala Uphaphile Uze Ukhuthale Naxa Iimeko Zakho Zitshintsha

Xa utshintsho lusenza kube nzima ukukhonza uYehova nokuba nobuhlobo naye, yintoni eya kusinceda sihlale siphaphile size sikhuthale?