I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO NOVEMBA 2016

Novemba 21-27

INTSHUMAYELI 7–12

Novemba 21-27
  • Ingoma 41 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Khumbula . . . UMdali Wakho Ozukileyo Ngemihla Yobufana Bakho”: (imiz. 10)

    • INt 12:1—Ulutsha lufanele lusebenzise ixesha namandla alo ekukhonzeni uThixo (w14 1/15 18 ¶3; 22 ¶1)

    • INt 12:2-7—Ulutsha alukafikelwa ‘yimihla yentlekele’ ehamba nokwaluphala (w08 11/15 23 ¶2; w06 11/1 16 ¶9)

    • INt 12:13, 14—Ukukhonza uYehova yeyona ndlela yokuphila ubomi obunenjongo (w11 11/1 21 ¶1-6)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • INt 10:1—‘Ubudenge obuncinane bungabuphelisa njani ubulumko’? (w06 11/1 16 ¶5)

    • INt 11:1—Lithetha ukuthini ibinzana elithi ‘ukuphosa isonka sakho phezu kwamanzi’? (w06 11/1 16 ¶7)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) INt 10:12–11:10

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) 2Ti 3:1-5 —Fundisa Inyaniso.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Isa 44:27–45:2 —Fundisa Inyaniso.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 25-26 ¶18-20—Memela isifundo ezintlanganisweni.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU