I-Accessibility setting

Khetha ulwimi

Yiya kwelilandelayo

Yiya kwiziqulatho

Yiya kwinkcazelo

AmaNgqina KaYehova

IsiXhosa

Oovulindlela bashumayela iindaba ezilungileyo ngolwimi lwesiTzotzil eChiapas, eMexico

UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO NOVEMBA 2016

Iintshayelelo Onokuzisebenzisa

Amacebiso okuhambisa IMboniselo noko kuthethwa yiBhayibhile ngeziprofeto ezenzeka kweli xesha. Zenzele eyakho intshumayelo.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

IBhayibhile Ichaza Umfazi Olungileyo

Ziziphi iimpawu azithandayo uYehova kudade otshatileyo?

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

“Umnini Wakhe Uyaziwa Emasangweni Esixeko”

Umfazi olungileyo uyimela kakuhle indoda yakhe.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Konwabele Ukusebenza Kwakho Nzima

Sinokufunda ukuwonwabela umsebenzi ukuba siwujonga ngendlela efanelekileyo.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Indlela Yokusebenzisa Incwadi Ethi Yintoni Esinokuyifunda EBhayibhileni

Sinokuyisebenzisa njani incwadi ethi Esinokukufunda EBhayibhileni xa siqhuba isifundo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Khumbula . . . UMdali Wakho Ozukileyo Ngemihla Yobufana Bakho”

Ithetha ngokungathi iyabonga, iNtshumayeli 12 isibongoza ukuba sixhakamfule amathuba esinawo obutsha.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Lutsha—Musani Ukulibazisa Ukungena “Kumnyango Omkhulu”

Unokusukela ukwenza okungakumbi njengokuba kwinkonzo yexesha elizeleyo?

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UmShulamikazi—Umzekelo Omhle Wokuxeliswa

Yintoni eyenza umShulamikazi wangumzekelo obalaseleyo kubakhonzi bakaYehova?